Iindumiso 121:7-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. UYehova uya kukugcina ebubini bonke,Uya kuwugcina umphefumlo wakho.

8. UYehova uya kukugcina ukuphuma kwakho nokungena kwakho,Kususela ngoku kude kuse ephakadeni.

Iindumiso 121