Iindumiso 121:5-7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

5. NguYehova umgcini wakho,NguYehova umthunzi wakho ekunene kwakho.

6. Emini ilanga aliyi kukwenzakalisa,Nenyanga ebusuku.

7. UYehova uya kukugcina ebubini bonke,Uya kuwugcina umphefumlo wakho.

Iindumiso 121