Iindumiso 121:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ndíwaphakamisele ezintabeni na amehlo am?Luya kuvela phi na uncedo lwam?

2. Uncedo lwam luvela kuYehova,UMenzi wezulu nehlabathi.

Iindumiso 121