Iindumiso 119:93-95 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

93. Andiyi kuzilibala naphakade iziyalezo zakho,Ngokuba undiphilisile ngazo.

94. Ndingowakho mna, ndísindise,Kuba ndicamanga ngeziyalezo zakho.

95. Abangendawo bandilindile ukuze banditshabalalise;Mna ndigqalé izingqiniso zakho.

Iindumiso 119