Iindumiso 119:90-94 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

90. Ukuthembeka kwakho kukwizizukulwana ngezizukulwana;Ulizinzisile ihlabathi, lema.

91. Ezo zinto zimele izigwebo zakho nanamhla,Ngokuba iinto zonke zingabakhonzi bakho.

92. Koko umyalelo wakho wandiyolisáyo,Ndinge ndaphelayo ekucinezelekeni kwam.

93. Andiyi kuzilibala naphakade iziyalezo zakho,Ngokuba undiphilisile ngazo.

94. Ndingowakho mna, ndísindise,Kuba ndicamanga ngeziyalezo zakho.

Iindumiso 119