6. Bendingayi kudana keEkubhekeni kwam kwimithetho yakho yonke.
7. Ndiya kubulela kuwe ngentliziyo ethe tye,Ekuzifundeni kwam izigwebo zobulungisa bakho.
8. Ndiya kuyigcina imimiselo yakho,Musa ukundishiya kuphele.
9. Umfana uya kuwuqaqambisa ngantoni na umendo wakhe?Ngokuzigcina ngokwelizwi lakho.