Iindumiso 114:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ekuphumeni kukaSirayeli eYiputa,Kwendlu kaYakobi ebantwini abantetho ingaziwayo,

2. UYuda waba yingcwele yakhe,USirayeli waba sisikumkani sakhe.

3. Ulwandle lwabona, lwasaba,IYordan yabuya umva.

Iindumiso 114