Iindumiso 113:8-9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Ukuba amhlalise namanene,Amanene abantu bakhe; Ulohlalisa endlwini umfazi ongazaliyo,Abe ngunobantwana ovuyayo