4. Uphakamile ngaphezu kweentlanga zonke uYehova,Bungaphezulu kwamazulu ubuqaqawuli bakhe.
5. Ngubani na onjengoYehova, uThixo wethu?Ulohlala phezulu;
6. Uloqondela phantsi,Ezulwini nasemhlabeni?
7. Ulomvusa eluthulini osweleyo,Ulomphakamisa ezaleni olihlwempu,
8. Ukuba amhlalise namanene,Amanene abantu bakhe;
9. Ulohlalisa endlwini umfazi ongazaliyo,Abe ngunobantwana ovuyayo. Haleluya!