Iindumiso 109:4-7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Ekubeni mna ndibathanda, bona bayandichasa,Ndibe mna ndithandaza.

5. Endaweni yobulungisa bandibuyekeza ngobubi;Ekubeni mna ndibathanda, bona bayandithiya.

6. Misa ongendawo, abe ngumveleli wakhe,Eme uSathana ngasekunene kwakhe.

7. Ekuthethweni kwetyala makaphume engongendawo,Nomthandazo wakhe ube sisono.

Iindumiso 109