Iindumiso 109:29-31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

29. Abandichasayo baya kwambatha ihlazo,Bazithi wambu ukudana njengengubo yokwaleka.

30. Ndiya kubulela kakhulu kuYehova ngomlomo wam,Ndimdumise phakathi kwabaninzi;

31. Kuba emi ekunene kolihlwempu,Ukuba amsindise kwabawugwebayo umphefumlo wakhe.

Iindumiso 109