2. Vukani, mrhubhe nohadi;Ndiya kusiphangela isifingo.
3. Ndiya kubulela kuwe phakathi kwezizwe, Yehova,Ndikubethele uhadi phakathi kwezizwe.
4. Ngokuba inkulu ngaphezu kwezulu inceba yakho,Yada yesa esibhakabhakeni inyaniso yakho.
5. ZĂphakamise ngaphezu kwezulu, Thixo,Bube phezu kwehlabathi lonke ubuqaqawuli bakho.