Iindumiso 107:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Bulelani kuYehova, ngokuba elungile,Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.

2. Mabatsho abakhululwa bakaYehova,Awabakhululayo esandleni sombandezeli;

3. Wababutha emazweni,Empumalanga nasentshonalanga,Entla naselwandle.

Iindumiso 107