Iindumiso 106:9-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

9. Walukhalimela uLwandle oluBomvu, loma,Wabahambisa emanzini anzongonzongo kwanga kusentlango.

10. Wabasindisa esandleni sobathiyayo,Wabakhulula esandleni sotshaba.

11. Amanzi abagubungela ababandezeli babo,Akwasala namnye kubo.

12. Bakholwa ke ngamazwi akhe,Bayivuma indumiso yakhe.

13. Kanti bahle bazilibala izenzo zakhe,Ă€balilinda icebo lakhe.

14. BĂ khanukile entlango,Bamlinga uThixo enkangala.

Iindumiso 106