Iindumiso 106:38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baphalaza igazi elimsulwa,Igazi loonyana babo neleentombi zabo,Ábabingelela ngabo kwizithixo zakwaKanan;Lahlanjelwa ilizwe ngamagazi.

Iindumiso 106

Iindumiso 106:37-42