Iindumiso 105:25-28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

25. Wazijika iintliziyo zabo, ukuba babathiye abantu bakhe,Babaqhathanisele abakhonzi bakhe.

26. Wathuma uMoses, umkhonzi wakhe,NoAron awamnyulayo.

27. Bazenza kubo iindawo zemiqondiso yakhe,Nezimanga zakhe ezweni lakwaHam.

28. Wathumela ubumnyama, kwaba mnyama;Ababa nakuwaphikisa amazwi akhe.

Iindumiso 105