Iindumiso 105:16-18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

16. Wabiza indlala, yeza phezu kwelizwe,Wawaphula wonke umsimelelo osisonka.

17. Wathuma indoda phambi kwabo;Kwathengiswa ngoYosefu, waba likhoboka.

18. Bazicinezela iinyawo zakhe ngamakhmandela,Wafika umphefumlo wakhe esinyithini;

Iindumiso 105