Iindumiso 104:20-22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

20. Wènza ubumnyama wena, kube sebusuku,Ashukume ngabo onke amarhamncwa ehlathi.

21. Iingonyama ezintsha zigqumela ukuqwenga,Zifuna ukudla kwazo kuThixo.

22. Lakuthi chapha ilanga, ziyahlanganisana,Zibuthume ezikhundleni zazo.

Iindumiso 104