Iindumiso 103:8-11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

8. Unemfesane enobabalo uYehova,Uzeka kade umsindo, mkhulu ngenceba.

9. Akaphiki kuphele,Akawugcini umsindo ngonaphakade.

10. Akenzi kuthi ngokwezono zethu,Akasiphathi ngokobugwenxa bethu;

11. Ngokuba injengokuphakama kwezulu phezu komhlaba,Ukuba namandla, inceba yakhe kwabamoyikayo;

Iindumiso 103