5. Omhlebayo ummelwane wakhe ngasese,Lowo ndiya kumbhangisa.Omehlo aqwayingileyo, ontliziyo igungubeleyo,Lowo andinakumthwala.
6. Amehlo am akwabanyanisayo ezweni,Ukuba bandiphahle;Ohamba ngendlela yengqibelelo,Lowo makandilungiselele.
7. Akayi kuhlala phakathi kwendlu yamOwenza inkohliso;Othetha ubuxoki akayi kuqinaPhambi kwamehlo am.
8. Imiso ngemiso, ndiya kubabhangisaBonke abangendawo belizwe,Ukuze ndibanqumle emzini kaYehovaBonke abasebenzi bobutshinga.