Iindumiso 100:4-5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

4. Ngenani emasangweni akhe nibulela,Ezintendelezweni zakhe nidumisa;Bulelani kuye, bongani igama lakhe.

5. Ngokuba uYehova ulungile,Inceba yakhe ingunaphakade,Ukunyaniseka kwakhe kukwizizukulwana ngezizukulwana.

Iindumiso 100