Igenesis 8:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, ngomnyaka wamakhulu omathandathu anamnye, ngolokuqala enyangeni yokuqala, amanzi atsha ehlabathini; uNowa walususa uphahla lomkhombe; wakhangela, nango umhlaba womile.

Igenesis 8

Igenesis 8:6-16