Igenesis 7:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yaphuma umphefumlo yonke inyama enambuzelayo emhlabeni, kwiintaka, nakwizinto ezizitho ziné, nakwizinto eziphilileyo, nakwinyakanyaka yonke enyakazelayo emhlabeni, nabantu bonke.

Igenesis 7

Igenesis 7:11-24