Igenesis 7:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuNowa, Ngena, wena nendlu yakho yonke, emkhombeni, ngokuba ndibona wena ilungisa phambi kwam kwesi sizukulwana.

Igenesis 7

Igenesis 7:1-11