Igenesis 50:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubawo wandifungisa esithi, Yabona, ndiza kufa; engcwabeni lam endizimbeleyo ezweni lakwaKanan, wòndingcwabela khona apho. Ngoko makhe ndinyuke ndiye kumngcwaba ubawo; ndobuya ndibuye.

Igenesis 50

Igenesis 50:1-15