Igenesis 50:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYosefu wabona oonyana besesithathu isizukulwana sikaEfrayim, kwanoonyana bakaMakire, unyana kaManase, ababezalelwe emadolweni kaYosefu.

Igenesis 50

Igenesis 50:19-26