Igenesis 5:12-15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

12. UKenan wahlala iminyaka emashumi asixhenxe, wazala uMahalaleli.

13. UKenan wahlala emveni kokuzala kwakhe uMahalaleli iminyaka emakhulu asibhozo anamanci mané: wazala oonyana neentombi.

14. Iyonke imihla kaKenan yaba yiminyaka emakhulu asithoba, aneminyaka elishumi; wafa ke.

15. UMahalaleli wahlala iminyaka emashumi mathandathu anamihlanu, wazala uYerede.

Igenesis 5