Igenesis 5:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Yiyo le incwadi yenzala ka-Adam. Mhlana uThixo wamdala umntu, wamenza ngokufana noThixo.

2. Wadala indoda nenkazana, wabasikelela, wabathiya igama elinguAdam,* mhlana wabadala.

Igenesis 5