Wakúbona ukuphumla ukuba kulungile,Nelizwe ukuba limnandi;Igxalaba lakhe walithobela ukuthwala,Waba ngumsébenzi ofakwa uviko.