Igenesis 48:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi emveni kwezi zinto, kwathiwa kuYosefu, Ùyabona, uyihlo uyafa. Wathabatha oonyana bakhe bobabini, uManase noEfrayim, bahamba naye.

Igenesis 48

Igenesis 48:1-6