Igenesis 46:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

nòthi, Abakhonzi bakho ngabafuyi bempahla kwasebuncinaneni bethu unangoku, thina aba noobawo bethu; ukuze nime ezweni laseGoshen, kuba bonke abalusi bempahla emfutshane balisikizi kumaYiputa.

Igenesis 46

Igenesis 46:29-34