Igenesis 46:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngabo abo oonyana bakaBhiliha, awathi uLabhan wamnika uRakeli intombi yakhe; abo wabazalela uYakobi, iyonke yimiphefumlo esixhenxe.

Igenesis 46

Igenesis 46:20-33