Igenesis 45:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ngoku iminyaka mibini indlala ikho phakathi kwelizwe; isemihlanu iminyaka ezayo, ekungayi kubakho kulima nakuvuna ngayo.

Igenesis 45

Igenesis 45:1-7