Igenesis 45:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYosefu kubazalwana bakhe, NdinguYosefu; usaphilile na ubawo? Ababa nako ukumphendula abazalwana bakhe; kuba bakhwankqiswa phambi kwakhe.

Igenesis 45

Igenesis 45:1-5