Igenesis 45:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYosefu akabanga nakuzibamba phambi kwabo bonke ababemi ngakuye. Wadanduluka wathi, Khuphani bonke abantu, bemke kum. Akwabakho mntu umi ngakuyé ekuzaziseni kukaYosefu kubazalwana bakhe.

Igenesis 45

Igenesis 45:1-7