Igenesis 44:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba umkhonzi wakho lo wammela umfana lowo kubawo, ndisithi, Ukuba andithanga ndimzise kuwe, ndoba netyala kubawo yonke imihla yam.

Igenesis 44

Igenesis 44:26-34