Igenesis 43:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabakhuphela uSimon. Indoda leyo yawangenisa amadoda endlwini kaYosefu, yawanika amanzi, ahlamba iinyawo zawo; yawapha iindiza amaesile awo.

Igenesis 43

Igenesis 43:20-28