Igenesis 42:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYosefu wababona abakhuluwa bakhe, wabazi, wazenza ongabaziyo, wathetha nabo kalukhuni, wathi kubo, Nivela phi na? Bathi, Sivela ezweni lakwaKanan, size kuthenga ukudla.

Igenesis 42

Igenesis 42:1-9