Igenesis 42:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kubazalwana bakhe, Ibuyisiwe imali yam; nantsi ikho nokubakho engxoweni yam. Baphela amandla, bakhangelana begubha, bathi, Yintoni na le ayenzileyo uThixo kuthi?

Igenesis 42

Igenesis 42:26-33