Igenesis 42:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba ninyanisile, omnye umzalwana kuni apha makakhonkxwe endlwini yokugcinwa kwenu, nihambe nina, niyise ingqolowa ngenxa yendlala yezindlu zenu.

Igenesis 42

Igenesis 42:15-25