Igenesis 42:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wabona uYakobi ukuba kukho ingqolowa eYiputa, wathi uYakobi koonyana bakhe, Yini na ukuba nikhangelane?

2. Wathi, Yabonani, ndivile ukuba kukho ingqolowa eYiputa; yihlani niye khona, nisithengele ingqolowa, siphile, singafi.

3. Behla abakhuluwa bakaYosefu abalishumi, beya kuthenga ingqolowa eYiputa.

Igenesis 42