Igenesis 41:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi kusasa, umoya wakhe wangqunga; wathumela, wazibiza zonke izazi zaseYiputa, izilumko zonke zakhona. UFaro wazixelela iphupha lakhe; akwabakho bani kuzo unokuwatyhila kuFaro.

Igenesis 41

Igenesis 41:1-13