Igenesis 41:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

nanko, kunyuka kuphuma amanye amathokazi asixhenxe emva kwawo, ebhityile, emabi kakhulu, engamarhoqorhoqo, endingazanga ndibone anjalo kulo lonke ilizwe laseYiputa, ukuba mabi kwawo;

Igenesis 41

Igenesis 41:10-24