Igenesis 4:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAdam wabuya wamazi umkakhe, wazala unyana, wathi igama lakhe nguSete,* kuba wathi, UThixo undimisele enye imbewu esikhundleni sika-Abheli owabulawa nguKayin.

Igenesis 4

Igenesis 4:24-26