Igenesis 4:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UKayin wamazi umkakhe, wamitha, wazala uEnoki. Wákha umzi, wawuthiya loo mzi ngegama lonyana wakhe uEnoki.

Igenesis 4

Igenesis 4:16-26