Igenesis 4:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuye, Xa kunjalo, bonke ababulala uKayin kophindezelwa kubo kasixhenxe. UYehova wammisela uKayin umqondiso, ukuze bonke abamfumanayo bangamsiki.

Igenesis 4

Igenesis 4:14-17