Igenesis 38:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayesazi uOnan ukuba imbewu ayiyi kuba yeyakhe; wathi, xa sukuba esiya kumfazi womkhuluwa wakhe, wayiphalazela emhlabeni, ukuze angamniki mbewu umkhuluwa wakhe.

Igenesis 38

Igenesis 38:1-13