Igenesis 38:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, emva kweenyanga ezintathu, waxelelwa uYuda kwathiwa, UTamare, umolokazana wakho, uhenyuzile; kananjalo, yabona, umithi ngokuhenyuza oko. UYuda wathi, Mkhupheni atshiswe.

Igenesis 38

Igenesis 38:19-30