Igenesis 38:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi, Ndíkunike sibambiso sini na? Wathi yena, Umsesane wakho, nesidanga sakho, nomsimelelo wakho osesandleni sakho. Wamnika ke, wamngena, wamitha yena ngaye.

Igenesis 38

Igenesis 38:14-21