Igenesis 38:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi gu bucala, waya kuye endleleni, wathi, Khawuze, ndikungene; kuba ubengazi ukuba ngumolokazana wakhe. Wathi, Wòndinika ntoni na, ukuze ndikuvumele ukuba undingene?

Igenesis 38

Igenesis 38:6-17